Australia Free Web Directory

Ubom buka Lisakhanya Mdinwa | Other



Click/Tap
to load big map

Ubom buka Lisakhanya Mdinwa

Phone: +61 7 8231 0599



Reviews

Add review



Tags

Click/Tap
to load big map

23.01.2022 UPresident Cyril Ramaphosa uyathetha namhlanje ngo20:00



18.01.2022 -Guys ndiyaphangela kunzima ukunibhalela ngoku ndicela umntu ozondibhalela !!

16.01.2022 . Guys ndifumanisa nto kuban ibali lam liqala kuInsert 5 ndizozama ukuyilungisa leyo kuleWeekend ndizimisele ukunibhalela Nibe nemini emnandi ENKOSI

13.01.2022 Insert 127 .Late sayolala Ekuseni ndive ngeknock engaqhelekanga ndavula kwabe kulipolisa Polisa:molo Sisi Lisa:ewe molweni bhuti ... Polisa:ingaba kukwaMdinwa apha Lisa:ewe Polisa:Bendicela uAyabonga mdinwa Lisa:ohh kulungile bhuti ....wandilandela Saya endlini kaAyabonga wakhupha into engathi yiPhone wathetha kuyo ndankqo-nkqoza wavula uAya ndathii makanxibe saphuma phandle kwabe sekukhona amapolisa amathathu amephandle noChumani Polisa2:"Ayabonga mdinwa uyabanjwa kwityala lokubetha owasetyhini ngokungenalusini unelungelo lokuthula Tuuu yonke into uzoyithetha negqwetha lakho xa ungenalo inkundla izokunika "....bambopha bamfaka evenini bemnka naye ndasala ndibambelele esidleleni kwavuka uLizoma caba wothuswa kukuduma kwemoto wabuza ukuba kwenzekani ndamxelela ndangena endlini ndatshayela ndavula kwangena umoya ndathatha I phone yam ndafowunela uMakazi Lisa: hello kunjani Makazi: ndiyaphila unjani Wena Lisa: ndiyaphila nam ndinguLisakhanya makazi Makazi:ohh mntanam ubukade uphi Lisa:bendikhona makazi qha ubomi buke banzima kwelam icala Makazi:ohh bethuna uxolo Nana kungcono kodwa ngoku? Lisa:hayi Noko makazi udadewenu usesibhedlela ubusowuvile? Makazi:hayi Nana utheni Lisa:uyagula makazi Makazi:hayi khange ndive mntanam Lisa: kulungile makazi iyaphela naleAirtime Makazi: enkosi Nana ....ndacima I phone ndaya ekitcheni ndafudumeza ukutya kwayizolo ndaphakela mna noLizoma ndathela amanzi embizeni ndatshixa iKhabhathi ezinokutya ndahlala phantsi ndatya wangena uLizoma wathatha ukutya kwakhe wahlala sancokola wafika uchumani wavula iimbiza waphinda waphuma ndathatha isitya Sam nesikaLizo ndasihlamba sahlala nje wabuya futhi uchumani Chumani:kuphi ukutya kwam Lisa:obekuphi Chumani:sundibuza ikaka lisakhanya ndilambile mna Lisa:mxm Chumani:nizitshixele ntoni iKhabhathi? *Cwaka* Chumani:anizuthetha? *Cwaka* Chumani: okay sure ..waphuma wahamba sashiyeka sihleka ndahamba ndayovakatshela uNelly ndahlala kwade kwaLate emalanga ndagoduka ndafika .... *Ndicela niLiker niyandityhafisa



13.01.2022 Insert 126 Waphaka uphuthu lagcwala isitya esikhulu wavubisa watya wahlamba wahamba ndaphakama ndayovalela inkukhu ndabuya ndahlala wafika uAya ecela ukutya ndathii makayophaka uphuthu Aya:udlalelani ngam lisakhanya Lisa: ngantoni ... Aya: akukho kwanto apha Lisa:yho inoba lutyiwe nguChumani hamba uyothatha iR10 kwiWallet yam uyothenga isonka Aya:okey sure ...wabuya nesonka waphunga Lisa: awunayo I number kaMakazi Aya:ndinayo Lisa: ndicela undiphe Aya:ndizokunika ngomso ingxaki ngoku isencwadini kulandlu Lisa:okey ndisayolala ubonise uLizo isonka Aya:okey ... ndahamba ndaya endlini yam ndafika ndafaka I phone yam echargin ndakhulula ndalala Ekuseni ndavuka ndahlamba ndahlala noAya noLizo ecaleni kwendlu bekusesekuseni bengekahambi wafika uchumani wazula apha eyadini ehamba engena ezindlini weza kuthi phofu unxibe ibumshort uqabe iruj Sana uzithembile Chumani:nindivimbeleni isonka Lizoma:ebesiphi ? Chumani:ESI benisitya Lizoma:Wena awutyanga apho ubukhona Chumani:nxxxe ifike nawe lisakhanya yonke lento ...andazi ukuba uAya ufike Nini kuye ndibone semqhwaba kwantinga amacici wambetha ngamanqindi emkhaba kengoku mna ndixakiwe nakukulamla ngoba uyandidelela sathula sinoLizo wambetha wazichamela Chumani:Wena ayabonga uzolala ubaliwe namhlanje Aya:okey ukuba ndibanjiswe nguDadewethu akhongxaki uyasihlaza ntombazani phindela kuloyihlo Chumani:uyandigxotha kowenu Aya:Hayi qha undikruqule marrn sies Chumani: okey...wavuka waqhwalela wahlamba wanxiba wemnka samhleka thina qha ndanika uLizoma iR350 ukuba makayothenga isitshebo ndiyonqena ukuya etown uAya wahamba waya ekweluseni ndahlala ndodwa ndalala ndavuka uLizoma segqibezela ukupheka Lisa:ubuye Nini bafo Lizoma:kudala yho qha ndonqine ukukuphazamisa Lisa:okey mandilinde ukutya ke Lizoma:eyy Linda sis uzobona kucontsisa amathe oku Lisa:ndize ndilinge ndilunywe sisisu lapho kowomxube weziPice Lizoma:ndifuna ubengathi usele iyeza lenyongo utyatyaze(sahleka) .... waphaka Satya uAya wandinika iNumber kaMakazi See more

Related searches